Mamela kum..

Usithathaphi isibindi ndoda ndini sokundijongela phantsi,sagqiba uthixo wasipha ingqondo ezilinganayo waze wena wazalwa ngomnye okwa fana nam.
Yintoni lena ikwenza uziqhenye kangaka ngobudlavini obu unabo?!
Sisigulo saphi esi sikwenza ucinge ba mna soze ndiphumelele kulomhlaba nithi ngowamadoda,kodwa nahluluka kumela ubudoda benu.
Ndithi kuwe ndoda uthixo wandipha amandla wonyamezela,ngoba kunzima uba ngulomntu ndinguye phakathi kwabantu abacinga ukuba bayayazi bengazinto,ingqondo le yam ndiyakhuyisebenzisa ibenbhongo
Ngoba ndizele uzodlala indima yam denze lukhulu nje ngabo benze phambikwam.
Vala lomlomo uqoboshe loblukwe andizovulele wena impundu kodwa ndizokphandla,ndithathe thuba lona likhulu kuqala kunawe
Hlala phantsi ubukele ismanga siyeza
Ndine siphiwo mna yoyika ndoda isibindi endinaso soze usive

Advertisements

About Abongile Ngalo

I am just a girl.
Gallery | This entry was posted in Uncategorized. Bookmark the permalink.

4 Responses to Mamela kum..

  1. @Cnhe23 says:

    U shuld ryt a buk 4 grade A students. Lvly anyway…mamela kum

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s