Monthly Archives: August 2012

Mamela kum..

Usithathaphi isibindi ndoda ndini sokundijongela phantsi,sagqiba uthixo wasipha ingqondo ezilinganayo waze wena wazalwa ngomnye okwa fana nam. Yintoni lena ikwenza uziqhenye kangaka ngobudlavini obu unabo?! Sisigulo saphi esi sikwenza ucinge ba mna soze ndiphumelele kulomhlaba nithi ngowamadoda,kodwa nahluluka kumela ubudoda … Continue reading

Gallery | 4 Comments

Hello world!

Wow soo here this is me trying to explore the use of words and languages.Everything you’ll feast your eyes on has been written and thought of by me myself and I,is an adventure of growth! A world of my thoughts … Continue reading

Posted in Uncategorized | 3 Comments